14 Abathetheli bethu ke mabaliméle ibandla lonke; bathi bonke emizini yethu, abazeké abafazi bezinye iintlanga, beze ngamaxesha amisiweyo, benamadoda amakhulu emizi ngemizi, nabagwebi bayo, kude kubuyiswe kuthi ukuvutha komsindo woThixo wethu, isekho nje le nto.