Uezra 10:15 XHO75

15 NgooYonatan unyana ka-Asayeli, noYazeya unyana kaTikwa, bodwa abamelana nelo lizwi; ooMeshulam, noShabhetayi umLevi, bebancedisa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 10

imbono Uezra 10:15 kwimeko