Uezra 3:7 XHO75

7 Imali bayinika abaqingqi nabakroli; banika amaTsidon namaTire ukudla, nento eselwayo, neoli, ukuba athabathe imisedare* eLebhanon, ayizise ngolwandle eYafo, ngokuvunyelwa kwabo nguKoreshi ukumkani wasePersi.

funda isahluko epheleleyo Uezra 3

imbono Uezra 3:7 kwimeko