Uhabhakuki 1:12 XHO75

12 Wena akunguye na owasusela kwakumandulo, Yehova, Thixo wam, ungoyiNgcwele wam? Asiyi kufa. Yehova, ubamiséle ukuba bagwebe; Liwa, ùbaseké ukuba bohlwaye.

funda isahluko epheleleyo Uhabhakuki 1

imbono Uhabhakuki 1:12 kwimeko