Uhabhakuki 1:15 XHO75

15 Bonke bephela babanyusa ngeqherhu labo; babaqweqwedisa ngomnatha wabo, babahlanganise ngomnathakazi wabo; ngenxa yoko bayavuya, bagcobe.

funda isahluko epheleleyo Uhabhakuki 1

imbono Uhabhakuki 1:15 kwimeko