Uhagayi 2:22 XHO75

22 ndiyibhukuqe itrone yezikumkani, ndikutshabalalise ukomelela kwezikumkani zeentlanga; ndizibhukuqe iinqwelo zokulwa nabakhweli bazo, kuwé amahashe nabakhweli bawo; elowo awiswe likrele lowabo.

funda isahluko epheleleyo Uhagayi 2

imbono Uhagayi 2:22 kwimeko