Uhagayi 2:23 XHO75

23 Ngaloo mini, utsho uYehova wemikhosi, ndiya kukuthabatha, Zerubhabheli nyana kaShalatiyeli, mkhonzi wam, utsho uYehova, ndikumise ngokomsesane wokutywina; kuba ndikunyúle; utsho uYehova wemikhosi.

funda isahluko epheleleyo Uhagayi 2

imbono Uhagayi 2:23 kwimeko