Umalaki 3:1 XHO75

1 Yabona, ndiya kuthuma umthunywa wam, agece indlela phambi kwam. Iya kuza ke ngesiquphe etempileni yayo iNkosi leyo niyifunayo; kwaumthunywa womnqophiso enimlangazelelayo, yabona, uyeza; utsho uYehova wemikhosi.

funda isahluko epheleleyo Umalaki 3

imbono Umalaki 3:1 kwimeko