Umalaki 3:2 XHO75

2 Ngubani na ke onokuyinyamezela imini yakuza kwakhe? Ngubani na ke onokuma ekubonakaleni kwakhe? Ngokuba unjengomlilo womnyibilikisi, unjengesoda* yabaxovuli beengubo.

funda isahluko epheleleyo Umalaki 3

imbono Umalaki 3:2 kwimeko