Unehemiya 10:38 XHO75

38 Umbingeleli unyana ka-Aron aze abekho nabaLevi, ekuzamkeleni kwabaLevi izishumi; bazinyuse abaLevi izishumi zezishumi ezo, bazizise endlwini kaThixo wethu, emagumbini endlu yobuncwane;

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 10

imbono Unehemiya 10:38 kwimeko