Unehemiya 10:39 XHO75

39 ngokuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaLevi baya kuzisa umrhumo wengqolowa, newayini entsha, neoli, emagumbini apho zikhona iimpahla ezingcwele, nababingeleli abalungiselelayo, nabamasango, neemvumi; indlu kaThixo wethu singayishiyi.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 10

imbono Unehemiya 10:39 kwimeko