Unehemiya 11:12 XHO75

12 nabazalwana babo ababesenza umsebenzi wendlu, bengamakhulu asibhozo, anamanci mabini anababini; noAdaya unyana kaYeroham, unyana kaPelaleya, unyana ka-Amtsi, unyana kaZekariya, unyana kaPashure, unyana kaMalekiya,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 11

imbono Unehemiya 11:12 kwimeko