Unehemiya 11:13 XHO75

13 nabazalwana bakhe, iintloko zezindlu zooyise, bengamakhulu amabini, anamanci mané anababini; noAmashesayi, unyana ka-Azareli, unyana ka-Azayi, unyana kaMeshilemoti, unyana kaImere;

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 11

imbono Unehemiya 11:13 kwimeko