Unehemiya 12:26 XHO75

26 Abo babekho emihleni kaYoyakim unyana kaYeshuwa, unyana kaYotsadaki, nasemihleni kaNehemiya ibamba, noEzra umbingeleli, umbhali.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 12

imbono Unehemiya 12:26 kwimeko