Unehemiya 12:27 XHO75

27 Ke kaloku ekusungulweni kodonga lweYerusalem kwafunwa abaLevi ezindaweni zabo zonke, ukuba baziswe eYerusalem, ukuba ukusungulwa kwalo kwenziwe ngovuyo, nangemibulelo, nangeengoma, nangamacangci, nangemirhubhe, nangeehadi.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 12

imbono Unehemiya 12:27 kwimeko