Unehemiya 12:47 XHO75

47 Onke amaSirayeli, ngemihla kaZerubhabheli nangemihla kaNehemiya, abe ezinika iimvumi nabamasango izabelo, into yemini ngangemini yayo, engcwalisela abaLevi, abaLevi bengcwalisela oonyana baka-Aron.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 12

imbono Unehemiya 12:47 kwimeko