Unehemiya 13:1 XHO75

1 Ngaloo mini kwaleswa encwadini kaMoses ezindlebeni zabantu; kwafunyanwa kubhaliwe kuyo ukuthi, Ama-Amon namaMowabhi makangangeni ebandleni likaThixo naphakade;

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:1 kwimeko