Unehemiya 13:25 XHO75

25 Ndabambana nawo, ndawatshabhisa, ndabetha amadoda kuwo, ndawadlathula iinwele, ndawafungisa uThixo ngokuthi, Inene, iintombi zenu aniyi kuzendisela koonyana babo, neentombi zabo aniyi kuzizekela oonyana benu, aniyi kuzizeka nani ngokwenu.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:25 kwimeko