Unehemiya 13:26 XHO75

26 Wayengoné ngenxa yabo yini na uSolomon, ukumkani wamaSirayeli? Ezintlangeni ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye: ubethandwa nguThixo wakhe, uThixo wamnika ukuba ngukumkani wamaSirayeli onke; naye lowo bamonisa abafazi bezinye iintlanga.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:26 kwimeko