Unehemiya 13:5 XHO75

5 wamenzela igumbi elikhulu, apho bekufudula kubekwa khona umnikelo wokudla, nentlaka emhlophe, nempahla, nezishumi zengqolowa, nezewayini entsha, nezeoli, ezibe zimiselwe abaLevi neemvumi nabamasango; nemirhumo yababingeleli.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:5 kwimeko