Unehemiya 13:6 XHO75

6 Ekwenzekeni oko konke bendingekho eYerusalem; ngokuba, ngomnyaka wamashumi amathathu anesibini ka-Artashashta ukumkani waseBhabheli, ndaya kukumkani ekupheleni kwemihla, ndacela kukumkani ukuba ndibuye.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:6 kwimeko