Unehemiya 2:1 XHO75

1 Kwathi ngenyanga enguNisan, ngomnyaka wamashumi amabini ka-Artashashta ukumkani, yabakho iwayini phambi kwakhe, ndayithabatha iwayini leyo, ndayinika ukumkani. Ke ndibe ndingazanga ndibonakale ndithe khunubembe phambi kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:1 kwimeko