Unehemiya 2:2 XHO75

2 Wathi ukumkani kum, Kungani na ukuba ubuso bakho bube nje, ukuba bubi, ungafi nje? Le nto bububi bentliziyo, asinto yimbi.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:2 kwimeko