Unehemiya 2:3 XHO75

3 Ndoyika ke kakhulu kunene. Ndathi kukumkani, Ukumkani makadle ubomi ngonaphakade. Bebungáthini na ukuba ubuso bam bungabi bubi, ulinxuwa nje umzi lowa, indawo yamangcwaba oobawo, amasango awo etshiswe ngomlilo?

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:3 kwimeko