Unehemiya 2:6 XHO75

6 Wathi ukumkani kum (ukumkanikazi ehleli ngasecaleni lakhe), Uhambo lwakho loba lolwexesha elingakanani na? Wòbuya nini na? Kwalunga ke kukumkani ukundithuma, ndakuba ndimmisele ixesha.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:6 kwimeko