Unehemiya 2:7 XHO75

7 Ndathi kukumkani, Ukuba kuthe kwalunga kukumkani, mandinikwe incwadi eya kumabamba aphesheya koMlambo,* andiyeke ndidlule ndide ndiye kufika kwaYuda;

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 2

imbono Unehemiya 2:7 kwimeko