Unehemiya 3:16 XHO75

16 Emva kwakhe kwakulungiswa nguNehemiya unyana ka-Azebhuki, umphathi wesiqingatha sesithili seBhete-tsure, kwesa malunga namangcwaba kaDavide, kwesa echibini elibe lenziwe, kwesa nasendlwini yamagorha.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:16 kwimeko