Unehemiya 3:29 XHO75

29 Emva kwabo kwakulungiswa nguTsadoki, unyana kaImere, malunga nendlu yakhe; emva kwakhe kulungiswa nguShemaya unyana kaShekaniya, umgcini wesango langasempumalanga.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:29 kwimeko