Unehemiya 3:30 XHO75

30 Emva kwakhe kwakulungiswa nguHananiya unyana kaShelemiya, noHanun unyana wesithandathu kaTsalafi, esinye isithuba. Emva kwakhe kwakulungiswa nguMeshulam unyana kaBherekiya, malunga negumbi lakhe.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:30 kwimeko