Unehemiya 4:13 XHO75

13 Ndesuka, ndamisa ezindaweni ezisezantsi emva kodonga, ezindaweni ezibalelelwa lilanga, ndamisa abantu ngokwemizalwane, benamakrele abo, nezikhali zabo, nezaphetha zabo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 4

imbono Unehemiya 4:13 kwimeko