Unehemiya 4:14 XHO75

14 Ndakhangela, ndasuka ndathi kubanumzana, nakubaphathi, nakwabanye abantu, Musani ukuboyika; khumbulani iNkosi enkulu eyoyikekayo, nilwele abazalwana benu, noonyana benu, neentombi zenu, nabafazi benu, nezindlu zenu.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 4

imbono Unehemiya 4:14 kwimeko