Unehemiya 5:8 XHO75

8 Thina, ngangoko sinako, sibathengile sabakhulula abazalwana bethu amaYuda, ebe kuthengiswe ngabo kwiintlanga. Niya kusuka ke nina nithengise na ngabazalwana benu, ukuze bathengise ngeziqu zabo kuthi?Bathi cwaka, àbafumana lizwi lakuphendula.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 5

imbono Unehemiya 5:8 kwimeko