Unehemiya 5:7 XHO75

7 Ndafuna iqhinga entliziyweni yam, ndabambana nabanumzana nabaphathi, ndathi kubo, Niyadlana ngokuboleka. Ndabamisela ibandla elikhulu, ndathi kubo,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 5

imbono Unehemiya 5:7 kwimeko