Unehemiya 6:10 XHO75

10 Ndaya endlwini kaShemaya unyana kaDelaya, unyana kaMehetabheli, evalelwe; wathi, Masihlangane endlwini kaThixo, ngaphakathi kwetempile, sizivale iingcango zetempile leyo; ngokuba baza kukubulala; ebusuku baya kuza kukubulala.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 6

imbono Unehemiya 6:10 kwimeko