Unehemiya 8:10 XHO75

10 Wathi kubo, Yiyani, nidle amanqatha, nisele izinto ezinencasa, nise isabelo kwabangalungiselwanga nto; ngokuba le mini ingcwele kwiNkosi yethu. Musani ukuba buhlungu; ngokuba uvuyo lukaYehova ligwiba lenu.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 8

imbono Unehemiya 8:10 kwimeko