Unehemiya 8:9 XHO75

9 Wathi uNehemiya oyirhuluneli, noEzra umbingeleli, umbhali, nabaLevi abazondisa abantu, ebantwini bonke, Le mini ingcwele kuYehova uThixo wethu; musani ukwenza isijwili, musani ukulila. Ngokuba babelila bonke abantu, bakuweva amazwi omyalelo lowo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 8

imbono Unehemiya 8:9 kwimeko