21 Iminyaka emashumi mané wabafunzela entlango, àbaswela nto; iingubo zabo azonakalanga bubudala, iinyawo zabo azidumbanga.
funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9
imbono Unehemiya 9:21 kwimeko