Unehemiya 9:20 XHO75

20 Wabanika umoya wakho olungileyo, ukuba ubaqononondise; akuwuvimbanga umlomo wabo imana* yakho, wabanika amanzi ngenxa yenxano labo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:20 kwimeko