Unehemiya 9:26 XHO75

26 Besuka baphika, bagwilika kuwe, umyalelo wakho bawuphosela emva komhlana wabo, bababulala abaprofeti bakho ababengqina kubo, ukuba bababuyisele kuwe; bakugiba kakhulu.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:26 kwimeko