Unehemiya 9:27 XHO75

27 Wabanikela ezandleni zababandezeli babo, bababandezela. Ngexesha lokubandezelwa kwabo bakhala kuwe; wena weva usemazulwini, wabanika abasindisi ngokweemfesane zakho ezinkulu, babasindisa ezandleni zababandezeli babo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:27 kwimeko