Unehemiya 9:28 XHO75

28 Bakuba nokuphumla, babuya benza okubi phambi kwakho, wabashiya ezandleni zeentshaba zabo, zabanyathela. Babuya bakhala kuwe; wena weva usemazulwini, wabahlangula ngokweemfesane zakho amaxesha amaninzi.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:28 kwimeko