Uobhadiya 1:15 XHO75

15 Ngokuba isondele imini kaYehova kuzo zonke iintlanga. Njengoko wenzé ngako, kuya kwenjiwa njalo kuwe; okwenzileyo kuya kubuyela entlokweni yakho.

funda isahluko epheleleyo Uobhadiya 1

imbono Uobhadiya 1:15 kwimeko