Uobhadiya 1:18 XHO75

18 Indlu kaYakobi iya kuba ngumlilo, nendlu kaYosefu ibe lilangatye; indlu kaEsawu ibe ziindiza, batshise phakathi kwabo, babadle, kungabikho usalayo wasendlwini kaEsawu; ngokuba uYehova uthethile.

funda isahluko epheleleyo Uobhadiya 1

imbono Uobhadiya 1:18 kwimeko