Uobhadiya 1:5 XHO75

5 Ukuba amasela ebethe eza kuwe, ukuba amanyangaza ebethe eza ebusuku (hayi, ukunqunyulwa kwakho!), ebengayi kuba anele na? Ukuba babethe beza kuwe abavuni beediliya, babengayi kushiya okungàbhikicwayo na?

funda isahluko epheleleyo Uobhadiya 1

imbono Uobhadiya 1:5 kwimeko