Urute 2:19 XHO75

19 Wathi uninazala kuye, Ubhikice phi na namhla? Ubusebenza phi na? Makasikelelwe okubukileyo wena. Wamxelela uninazala umntu abesebenza kuye, wathi, Igama lendoda endisebenze kuyo namhla nguBhohazi.

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:19 kwimeko