Urute 2:20 XHO75

20 Wathi uNahomi kumolokazana wakhe, Makasikelelwe yena nguYehova, ongayekelelanga ukwenza inceba yakhe kwabaphilileyo nakwabafileyo. Wathi uNahomi kuye, Indoda leyo iyalamana nathi; ingowabakhululi bethu.

funda isahluko epheleleyo Urute 2

imbono Urute 2:20 kwimeko