Uyona 2:3 XHO75

3 Ngokuba wawundiphosa enzulwini, embilinini yeelwandle,Umlambo waba ngeenxa zonke kum;Adlula phezu kwam onke amaza akho alwayo, namaza akho agugumayo.

funda isahluko epheleleyo Uyona 2

imbono Uyona 2:3 kwimeko