Uyona 3:6 XHO75

6 Lafika ilizwi elo kukumkani waseNineve; wesuka etroneni yakhe, wayisusa wayibeka phantsi ingubo yakhe ende, wazigubungela ngezirhwexayo, wahlala phantsi eluthuthwini.

funda isahluko epheleleyo Uyona 3

imbono Uyona 3:6 kwimeko