Uzefaniya 2:3 XHO75

3 Funani uYehova, nonke balulamileyo belizwe, bakwenzileyo okusesikweni kwakhe; funani ubulungisa, funani ululamo, mhlawumbi nòsitheliswa ngemini yomsindo kaYehova.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 2

imbono Uzefaniya 2:3 kwimeko