Uzefaniya 2:4 XHO75

4 Ngokuba iGaza iya kuba sisishiywa, neAshkelon ibe linxuwa; iAshdode iya kugxothwa emini emaqanda, inyothulwe iEkron.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 2

imbono Uzefaniya 2:4 kwimeko